1
uLuka uLuka 23:34
Contemporary Xhosa Bible 2024
CXB24
Wathi ke uYesu, Bawo, baxolele; kuba abayazi into abayenzayo. Babelana ngeengubo zakhe, benza amaqashiso.
Karşılaştır
uLuka uLuka 23:34 keşfedin
2
uLuka uLuka 23:43
uYesu wathi kuye, Inene, ndithi kuwe, Namhlanje uya kuba nam eParadisi.
uLuka uLuka 23:43 keşfedin
3
uLuka uLuka 23:42
Wathi kuYesu, Uze undikhumbule, Nkosi, xa uthe weza usebukumkanini bakho.
uLuka uLuka 23:42 keşfedin
4
uLuka uLuka 23:46
Wadanduluka ngezwi elikhulu uYesu, wathi, Bawo, ndiyawunikela ezandleni zakho umoya wam. Akuba etshilo, waphuma umphefumlo.
uLuka uLuka 23:46 keşfedin
5
uLuka uLuka 23:33
Bakufika kwindawo leyo kuthiwa luKakayi, bambethelela emnqamlezweni khona apho uYesu, kwanabenzi bobubi abo, omnye ngasekunene, nomnye ngasekhohlo.
uLuka uLuka 23:33 keşfedin
6
uLuka uLuka 23:44-45
Ke kaloku, kwakumalunga nelixa lesithandathu, kwaza kwakho ubumnyama phezu kwawo umhlaba uphela, kwada kwalilixa lesithoba. Laba mnyama ilanga, lasuka ikhuselo lengcwele lakrazuka kubini.
uLuka uLuka 23:44-45 keşfedin
7
uLuka uLuka 23:47
Ke kaloku umthetheli-khulu, akukubona okuhlileyo, wazukisa uThixo, esithi, Inene, lo mntu ubelilungisa.
uLuka uLuka 23:47 keşfedin
Ana Sayfa
Kutsal Kitap
Okuma Planları
Videolar