1
uYohane uYohane 3:16
Contemporary Xhosa Bible 2024
Kuba wenjenje uThixo ukulithanda kwakhe ihlabathi, ude wancama uNyana wakhe okuphela kwamzeleyo, ukuze bonke abakholwayo kuye bangatshabalali, koko babe nobomi obungunaphakade.
Karşılaştır
uYohane uYohane 3:16 keşfedin
2
uYohane uYohane 3:17
Kuba uThixo akamthumanga uNyana wakhe ehlabathini, ukuze aligwebe ihlabathi; ukuze ihlabathi lisindiswe ngaye.
uYohane uYohane 3:17 keşfedin
3
uYohane uYohane 3:3
Waphendula uYesu wathi kuye, Inene, inene, ndithi kuwe, Ukuba akathanga umntu azalwe ngokutsha, akanakububona ubukumkani bukaThixo.
uYohane uYohane 3:3 keşfedin
4
uYohane uYohane 3:18
Lowo ukholwayo kuye, akagwetywa; ke lowo ungakholwayo, uselegwetyiwe, ngokuba engakholwanga kwigana loNyana okuphela kwamzeleyo uThixo.
uYohane uYohane 3:18 keşfedin
5
uYohane uYohane 3:19
Ke kaloku, umgwebo nguwo lo, ukuba ukhanyiso lufikile ehlabathini, baza abantu bathanda ubumnyama ngaphezu kokhanyiso; kuba imisebenzi yabo ingendawo.
uYohane uYohane 3:19 keşfedin
6
uYohane uYohane 3:30
Yena umelwe kukuthi ande, ndinciphe ke mna.
uYohane uYohane 3:30 keşfedin
7
uYohane uYohane 3:20
Kuba bonke abenza okubi, bayaluthiya ukhanyiso, bangezi elukhanyisweni, ukuze imisebenzi yabo ingohlwaywa.
uYohane uYohane 3:20 keşfedin
8
uYohane uYohane 3:36
Lowo ukholwayo kuNyana, unobomi obungunaphakade; ke lowo ungamviyo uNyana, akayi kubona bomi; ingqumbo kaThixo ihleli phezu kwakhe.
uYohane uYohane 3:36 keşfedin
9
uYohane uYohane 3:14
Njengokuba ke uMoses wayiphakamisayo inyoka entlango, umelwe kukuphakanyiswa ngokunjalo uNyana woMntu
uYohane uYohane 3:14 keşfedin
10
uYohane uYohane 3:35
uYise uyamthanda uNyana; uzinikele zonke izinto esandleni sakhe.
uYohane uYohane 3:35 keşfedin
Ana Sayfa
Kutsal Kitap
Okuma Planları
Videolar