1
Ivangeli ka‐Luke 24:49
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Kanjalo bona ke, ndiyatuma isibambiso SIKABAWO pezu kwenu; kodwa hlalani nina esixekweni e‐Yerusaleme, nide nambatiswe amandla evela enyangweni.
Paghambingin
I-explore Ivangeli ka‐Luke 24:49
2
Ivangeli ka‐Luke 24:6
Akako apa, uvukile. Kumbulani okokuba wateta kuni, nxa ebesese‐Galili
I-explore Ivangeli ka‐Luke 24:6
3
Ivangeli ka‐Luke 24:31-32
Asuka agatyulwa amehlo abo, bamazi ke: waza wati shwaka kubo. Baza bati omnye kwomnye: Intliziyo yetu ibingatshi na pakati kwetu, nxa ebeteta kuti endleleni, nanxa ebesanekela iziba̔lo?
I-explore Ivangeli ka‐Luke 24:31-32
4
Ivangeli ka‐Luke 24:46-47
wati kubo: Kuba̔liwe ngokunjalo, bekufanele nangokunjalo ukuba u‐Kristu eve intlungu, nokuba abuye avuke ekufeni ngomhla wesitatu, nokuba kushunyayelwe egameni lake uguquko noxolelwa lwezono pakati kwazo zonke intlanga, kuqalwa e‐Yerusaleme.
I-explore Ivangeli ka‐Luke 24:46-47
5
Ivangeli ka‐Luke 24:2-3
Bati ilitye balifumana liqengqiwe encw̔abeni. Baza bakungena abafumana umzimba WENKOSI u‐Yesu.
I-explore Ivangeli ka‐Luke 24:2-3
Home
Biblia
Mga Gabay
Mga Palabas