1
Ivangeli ka‐Johane 3:16
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ngokuba UTIXO walitanda ilizwe kangaka, wada wanika unyana wake okupela kwozelweyo, ukuze osukuba ekolwa kuye angabubi, koko abe nobomi obungunapakade.
Paghambingin
I-explore Ivangeli ka‐Johane 3:16
2
Ivangeli ka‐Johane 3:17
Ngokuba UTIXO engatumanga unyana wake elizweni, ukuze aligwebe ilizwe; koko wamtuma ukuze ilizwe lisindiswe ngaye.
I-explore Ivangeli ka‐Johane 3:17
3
Ivangeli ka‐Johane 3:3
Wapendula u‐Yesu wati kuye: Ngokwenene, ngokwenene, nditi kuwe: Xeshekweni umntu angazalwanga ngokutsha, akangebone ubukumkani BUKATIXO.
I-explore Ivangeli ka‐Johane 3:3
4
Ivangeli ka‐Johane 3:18
Okolwayo kuye akanakugwetywa; kodwa ongakolwayo usel’ egwetyiwe, ngokokuba engakolwanga egameni lonyana okupela kwozelweyo KATIXO.
I-explore Ivangeli ka‐Johane 3:18
5
Ivangeli ka‐Johane 3:19
Kuko oku ke okugwebayo, ukuba ukukanya kungenile elizweni, kanti abantu babutanda ubumnyama ngapezu kwako ukukanya; ngokuba imisebenzi yabo ibikohlakele.
I-explore Ivangeli ka‐Johane 3:19
6
Ivangeli ka‐Johane 3:30
Ufanele yena ukwanda, kodwa ndifanele mna ukuncipa.
I-explore Ivangeli ka‐Johane 3:30
7
Ivangeli ka‐Johane 3:20
Ngokuba lowo usukuba ekwenza okubi ekutiya ukukanya, engezi ekukanyeni kanjako, ukuze imisebenzi yake ingohlwaywa.
I-explore Ivangeli ka‐Johane 3:20
8
Ivangeli ka‐Johane 3:36
Okolwayo KUNYANA, unobomi obungunapakade; kodwa lowo ungakolwayo KUNYANA, akayi kubona ubomi, koko ingqumbo KATIXO ihlala pezu kwake.
I-explore Ivangeli ka‐Johane 3:36
9
Ivangeli ka‐Johane 3:14
Nanjengokuba u‐Mosesi wapakamisa inyoka entlango, kwa njalo ufanele ukupakanyiswa unyana wesintu
I-explore Ivangeli ka‐Johane 3:14
10
Ivangeli ka‐Johane 3:35
UYISE uyamtanda UNYANA, nento zonke uzinikele esandleni sake.
I-explore Ivangeli ka‐Johane 3:35
Home
Biblia
Mga Gabay
Mga Palabas