1
I‐Genesise 18:14
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Kuko into engamnqabelayo UYEHOVA na? Ngexesha elimisiweyo ndiya kubuya ndize kuwe, ekutwaseni kwexesha eli, waeya kuti u‐Sara abe nonyana.
Paghambingin
I-explore I‐Genesise 18:14
2
I‐Genesise 18:12
Wati u‐Sara ngoko wahleka pakati kwake, esiti: Emveni kwokwalupala kwam sendiya kuba nobuyolo na, inkosi yam indala nje nayo?
I-explore I‐Genesise 18:12
3
I‐Genesise 18:18
nxa u‐Abrahame ngenyaniso aya kuba sisizwe esikulu nesinamandla, nanxa zonke izizwe zomhlaba ziya kutanyusanqeliswa ngaye?
I-explore I‐Genesise 18:18
4
I‐Genesise 18:23-24
Waye u‐Abrahame wasondela, wati: Kanene uya kububisa abalungileyo kunye nabakohlakeleyo na? Kungabako umhlaumbi amashumi mahlanu abalungileyo pakati kwesixeko; wobubisa na, ungayeki indawo ngenxa yabamashumi mahlanu abalungileyo abakuso?
I-explore I‐Genesise 18:23-24
5
I‐Genesise 18:26
Wayesiti UYEHOVA: Ukuba ndiyafumana e‐Sodome amashumi mahlanu abalungileyo pakati kwesixeko, ndiya kwandula ndiyeke yonke indawo ngenxa yabo.
I-explore I‐Genesise 18:26
Home
Biblia
Mga Gabay
Mga Palabas