I‐Genesise 37:9
I‐Genesise 37:9 XHO1902A
Wabuya wapupa nelinye ipupa, wabalisa kwa lona kubakuluwe bake; wati: Bona ke, ndipupile ipupa kanjako; kekaloku bona ke, ilanga, nenyanga, nenkwenkwezi zilishumi elinanye, zatoba pantsi pambi kwam.