Logo YouVersion
Ikona Hľadať

Ivangeli ka‐Luke 16:11-12

Ivangeli ka‐Luke 16:11-12 XHO1902A

Ukuba ngoko nibe ninganyanisekile ebutyebini obungalungileyo, ngubanina oya kubekela kuni obenyaniso? Nokuba nibe ninganyanisekile kokwomnye, ngubanina oya kuninika okukokwenu?

Video pre Ivangeli ka‐Luke 16:11-12