1
IGENESIS 3:6
IZIBHALO EZINGCWELE
Wabona umfazi ukuba umthi ulungele ukudliwa, nokuba uyakhanukeka emehlweni, ingumthi onqwenelekela ukuqiqisa, wathabatha eziqhameni zawo, wadla; wanika nendoda yakhe inaye, yadla.
සසඳන්න
IGENESIS 3:6 ගවේෂණය කරන්න
2
IGENESIS 3:1
Ke kaloku inyoka yaye inobuqhophololo ngaphezu kwazo zonke izinto eziphilileyo zasendle, abezenzile uYehova uThixo. Yathi kumfazi, Útshilo na okunene uThixo ukuthi, Ze ningadli kuyo yonke imithi yomyezo?
IGENESIS 3:1 ගවේෂණය කරන්න
3
IGENESIS 3:15
Ndiya kumisa ubutshaba phakathi kwakho nomfazi, naphakathi kwembewu yakho nembewu yakhe; yona iya kukutyumza intloko, wena uya kuyityumza isithende.
IGENESIS 3:15 ගවේෂණය කරන්න
4
IGENESIS 3:16
Wathi kumfazi, Ndiya kukwandisa kakhulu ukubulaleka kwakho ekumitheni, uzale abantwana unembulaleko; inkanuko yakho ibe sendodeni yakho, ikulawule yona.
IGENESIS 3:16 ගවේෂණය කරන්න
5
IGENESIS 3:19
Ùya kudla ukudla kokubila kobuso bakho, ude ubuyele emhlabeni, kuba uthatyathwe kuwo; ngokuba ùluthuli, ùya kubuyela kwaseluthulini.
IGENESIS 3:19 ගවේෂණය කරන්න
6
IGENESIS 3:17
KuAdam wathi, Ngokuba uphulaphule izwi lomkakho, wadla kuwo umthi endakuwisela umthetho ngawo, ndathi, Uze ungadli kuwo, úqalekisiwe umhlaba ngenxa yakho; ùya kudla kuwo ubulaleka, yonke imihla yobomi bakho.
IGENESIS 3:17 ගවේෂණය කරන්න
7
IGENESIS 3:11
Wathi, Ùxelelwe ngubani na, ukuba uhamba zé? Udlile na kuwo umthi, endakuwisela umthetho ngawo, ndathi, Uze ungadli kuwo?
IGENESIS 3:11 ගවේෂණය කරන්න
8
IGENESIS 3:24
Wamgxotha ke umntu; wamisa ngasempumalanga kuwo umyezo we-Eden iikerubhi,• nelangatye lekrele elijikajikayo lokugcina indlela eya emthini wobomi.
IGENESIS 3:24 ගවේෂණය කරන්න
9
IGENESIS 3:20
UAdam walibiza igama lomkakhe ngokuthi nguEva,• ngokuba yena engunina wabaphilileyo bonke.
IGENESIS 3:20 ගවේෂණය කරන්න
නිවස
බයිබලය
සැලසුම්
වීඩියෝ