1
uLuka uLuka 21:36
Contemporary Xhosa Bible 2024
Phaphani ngoko, amaxesha onke nikhunga, ukuze kuthiwe nikufanele ukuzisaba zonke ezo zinto ziza kuhla, nokumiswa phambi koNyana woMntu.
Compare
uLuka uLuka 21:36ਪੜਚੋਲ ਕਰੋ
2
uLuka uLuka 21:34
Zilumkeleni ke, hleze zisindwe iintliziyo zenu kukuzingxala, nakukunxila, nangamaxhala obu bomi, ize loo mini inifikele ngebhaqo.
uLuka uLuka 21:34ਪੜਚੋਲ ਕਰੋ
3
uLuka uLuka 21:19
Ekunyamezeleni kwenu, noyizuza imiphefumlo yenu.
uLuka uLuka 21:19ਪੜਚੋਲ ਕਰੋ
4
uLuka uLuka 21:15
Kuba mna ndiya kuninika umlomo nobulumko, abangayi kuba nako ukubuphikisa nokumelana nabo, bonke abanichasileyo.
uLuka uLuka 21:15ਪੜਚੋਲ ਕਰੋ
5
uLuka uLuka 21:33
Liya kudlula izulu nehlabathi, kodwa amazwi am akayi kudlula.
uLuka uLuka 21:33ਪੜਚੋਲ ਕਰੋ
6
uLuka uLuka 21:25-27
Kuya kubakho imiqondiso elangeni nasenyangeni nasezinkwenkwezini; nasemhlabeni kubekho ukuxinezeleka kweentlanga, zithingaza; kugquma ulwandle namaza; Abantu besifa kukoyika nakukulindela izinto ezilizelayo elimiweyo; kuba amandla ezulu aya kuzanyazanyiswa. Baya kumbona ke ngelo xesha uNyana woMntu esiza ngelifu, enamandla nobuqaqawuli obukhulu.
uLuka uLuka 21:25-27ਪੜਚੋਲ ਕਰੋ
7
uLuka uLuka 21:17
niya kuthiywa ngabantu bonke ngenxa yegama lam.
uLuka uLuka 21:17ਪੜਚੋਲ ਕਰੋ
8
uLuka uLuka 21:11
Kuya kubakho iinyikima zomhlaba ezinkulu kwiindawo ngeendawo, neendlala, neendyikitya zokufa; kuya kubakho izinto ezoyikekayo, kwanemiqondiso emikhulu evela ezulwini.
uLuka uLuka 21:11ਪੜਚੋਲ ਕਰੋ
9
uLuka uLuka 21:9-10
Xa nithe neva iimfazwe neziphithiphithi, musani ukunkwantya; kuba ezo zinto zimele ukuthi zihle kuqala; kodwa isiphelo asiyi kuba kwaoko. Wandula wathi kubo, Uhlanga luya kuvukelana nohlanga, nobukumkani buvukelane nobukumkani.
uLuka uLuka 21:9-10ਪੜਚੋਲ ਕਰੋ
10
uLuka uLuka 21:25-26
Kuya kubakho imiqondiso elangeni nasenyangeni nasezinkwenkwezini; nasemhlabeni kubekho ukuxinezeleka kweentlanga, zithingaza; kugquma ulwandle namaza; Abantu besifa kukoyika nakukulindela izinto ezilizelayo elimiweyo; kuba amandla ezulu aya kuzanyazanyiswa.
uLuka uLuka 21:25-26ਪੜਚੋਲ ਕਰੋ
11
uLuka uLuka 21:10
Wandula wathi kubo, Uhlanga luya kuvukelana nohlanga, nobukumkani buvukelane nobukumkani.
uLuka uLuka 21:10ਪੜਚੋਲ ਕਰੋ
12
uLuka uLuka 21:8
Wathi ke yena, Lumkani ningalahlekiswa; kuba baninzi abaya kuza egameni lam, besithi, banguye uKristu; ixesha lisondele; musani ukubalandela ngoko.
uLuka uLuka 21:8ਪੜਚੋਲ ਕਰੋ
Home
ਬਾਈਬਲ
Plans
ਵੀਡੀਓ