1
EYEZIQALO 19:26
IBHAYIBHILE
Umka-Lothe wajonga ngasemva, suka wajika waba yintsika yetyuwa.
Compare
EYEZIQALO 19:26ਪੜਚੋਲ ਕਰੋ
2
EYEZIQALO 19:16
Unge angazila-zila, suka zambamba ngesandla, zamkhuphela ngaphandle kwedolophu kunye nomkakhe neentombi zakhe. Kaloku uNdikhoyo wamenzela inceba uLothe.
EYEZIQALO 19:16ਪੜਚੋਲ ਕਰੋ
3
EYEZIQALO 19:17
Bakuba bengaphandle kwedolophu, esinye isithunywa sathi: “Balekani ukuze nisinde. Ze ningakhangeli ngasemva, ningemi nokuma phaya entilini. Balekelani phaya endulini, kungenjalo nani nakutshabalala.”
EYEZIQALO 19:17ਪੜਚੋਲ ਕਰੋ
4
EYEZIQALO 19:29
Kodwa uThixo wasikhumbula isicelo sika-Abraham ukubhubhisa kwakhe loo ntili, wamsindisa uLothe.
EYEZIQALO 19:29ਪੜਚੋਲ ਕਰੋ
Home
ਬਾਈਬਲ
Plans
ਵੀਡੀਓ