1
EYEZIQALO 13:15
IBHAYIBHILE
Wonke loo mhlaba uwubonayo ndiza kuwunika wena kunye nenzala yakho. Niya kuwuma ngalo lonke ixesha.
Compare
EYEZIQALO 13:15ਪੜਚੋਲ ਕਰੋ
2
EYEZIQALO 13:14
Akuba emkile uLothe, *uNdikhoyo wathi kuAbram: “Bheka-bheka ukhangele kakuhle macal' onke ukuloo ndawo umi kuyo.
EYEZIQALO 13:14ਪੜਚੋਲ ਕਰੋ
3
EYEZIQALO 13:16
Ndiza kukunika inzala eninzi, ibe yinyambalala engaphezu kwentlabathi, engenakubalwa mntu.
EYEZIQALO 13:16ਪੜਚੋਲ ਕਰੋ
4
EYEZIQALO 13:8
UAbram wathi kuLothe: “Siyazalana, mfondini; masingabhidani, namadoda ethu makangalwi.
EYEZIQALO 13:8ਪੜਚੋਲ ਕਰੋ
5
EYEZIQALO 13:18
UAbram ke wazikhulula iintente, wemka waya kuma ngakwimithi yaseMamre eHebron, apho wamenzela khona uNdikhoyo iqonga lamadini.
EYEZIQALO 13:18ਪੜਚੋਲ ਕਰੋ
6
EYEZIQALO 13:10
Wakhangela uLothe, waphawula ukuba yonke loo ntili yeJordan ukuya kuma ngeZoware, yayingumhlaba onamanzi. Wawufana nomyezo kaNdikhoyo, ufana nqwa nelaseJiputa. Ngeli xesha kwakungaphambi kokutshatyalaliswa kweSodom neGomora.
EYEZIQALO 13:10ਪੜਚੋਲ ਕਰੋ
Home
ਬਾਈਬਲ
Plans
ਵੀਡੀਓ