I‐Genesise 17:7

I‐Genesise 17:7 XHO1902A

Ndandiya kumisa ucebano lwam pakati kwam nawe, nenzalo yako emva kwako ngezizukulwana zabo, lube lucebano olungunapakade, lwokokuba ndibe NGUTIXO kuwe, kwa nakuyo inzalo yako emva kwako.

Video om I‐Genesise 17:7