Izenzo zabapostile 2:17
Izenzo zabapostile 2:17 XHO1902A
Kwakuya kuti emihleni yokupela, utsho UTIXO, ndogalela KUMOYA wam pezu kwoluntu lwonke; babeya kuprofitesha onyana benu nentombi zenu; amadodana enu aya kubona imiboniso, namaxego enu aya kupupa amapupa