1
Ivangeli ka‐Luke 18:1
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Wabeteta nomzekeliso kubo wokuti kufanele ukuba kutandazwe futi, kungadinwa
နှိုင်းယှဉ်
Ivangeli ka‐Luke 18:1ရှာဖွေလေ့လာလိုက်ပါ။
2
Ivangeli ka‐Luke 18:7-8
NOTIXO akayi kulungisa abaqashwa bake na, abakalela kuye emini nasebusuku, nangona enza kade pezu kwabo? Nditi kuni: Wobalungisa kamsinya. Kodwa noko, akuza unyana wesintu, wolufumana ke na ukolo emhlabeni?
Ivangeli ka‐Luke 18:7-8ရှာဖွေလေ့လာလိုက်ပါ။
3
Ivangeli ka‐Luke 18:27
Koko wati: Izinto ezingenzekiyo ebantwini, ziyenzeka KUTIXO.
Ivangeli ka‐Luke 18:27ရှာဖွေလေ့လာလိုက်ပါ။
4
Ivangeli ka‐Luke 18:4-5
Kwaza kwamzuzu engavumi; kodwa kamva wati pakati kwake: Nakuba UTIXO ndingamoyiki, nomntu ndingamhloneli, ndiya kuti noko, ngenxa yokuba endika taza umhlolokazi lo, ndimlungise, hleze ati ehlala esiza andiqekeze intloko.
Ivangeli ka‐Luke 18:4-5ရှာဖွေလေ့လာလိုက်ပါ။
5
Ivangeli ka‐Luke 18:17
Ngokwenene nditi kuni: Osukuba engamkeli ubukumkani BUKATIXO njengomntwana, akasayi kuza angene kubo.
Ivangeli ka‐Luke 18:17ရှာဖွေလေ့လာလိုက်ပါ။
6
Ivangeli ka‐Luke 18:16
Kodwa u‐Yesu wazibiza, wati: Vumelani abantwana ukuza kum, ize ningabaleli; ngokuba ubukumkani BUKATIXO bubobabanjalo.
Ivangeli ka‐Luke 18:16ရှာဖွေလေ့လာလိုက်ပါ။
7
Ivangeli ka‐Luke 18:42
Waza u‐Yesu wati kuyo: Yamkela ukubona kwako; ukolo lwako lukupilisile.
Ivangeli ka‐Luke 18:42ရှာဖွေလေ့လာလိုက်ပါ။
8
Ivangeli ka‐Luke 18:19
Wayesiti u‐Yesu kuye: Yinina ukuba uti ndingolungileyo? akuko olungileyo, kupela umnye, o NGUTIXO.
Ivangeli ka‐Luke 18:19ရှာဖွေလေ့လာလိုက်ပါ။
ပင်မစာမျက်နှာ
ကျမ်းစာ
အစီအစဉ်
ဗီဒီယို