1
Ivangeli ka‐Luke 16:10
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Onyanisekile kokuncinane, unyanisekile nakokukulu; nalowo ungongalungile kokuncinane, ungongalungile nakokukulu.
နှိုင်းယှဉ်
Ivangeli ka‐Luke 16:10ရှာဖွေလေ့လာလိုက်ပါ။
2
Ivangeli ka‐Luke 16:13
Akuko sicaka esingakonzayo inkosi ezimbini: ngokuba siya kutiya enye, sitande enye; okanye, siya kubambelela kwenye, sidele enye. Aningekonze UTIXO nobutyebi kunye.
Ivangeli ka‐Luke 16:13ရှာဖွေလေ့လာလိုက်ပါ။
3
Ivangeli ka‐Luke 16:11-12
Ukuba ngoko nibe ninganyanisekile ebutyebini obungalungileyo, ngubanina oya kubekela kuni obenyaniso? Nokuba nibe ninganyanisekile kokwomnye, ngubanina oya kuninika okukokwenu?
Ivangeli ka‐Luke 16:11-12ရှာဖွေလေ့လာလိုက်ပါ။
4
Ivangeli ka‐Luke 16:31
Kodwa wati kuso: Ukuba abeva u‐Mosesi nabaprofite, abayi kukolwa naxeshekweni umntu avuka kwabafileyo.
Ivangeli ka‐Luke 16:31ရှာဖွေလေ့လာလိုက်ပါ။
5
Ivangeli ka‐Luke 16:18
Osukuba elahla umfazi wake, ezeka nomnye, uyaṙexeza; nosukuba ezeka olahliweyo yindoda, uyaṙexeza naye.
Ivangeli ka‐Luke 16:18ရှာဖွေလေ့လာလိုက်ပါ။
ပင်မစာမျက်နှာ
ကျမ်းစာ
အစီအစဉ်
ဗီဒီယို