1
I‐Genesise 7:1
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Wada wati UYEHOVA ku‐Nowa: Ngena wena nayo yonke indlu yako enqanaweni; ngokuba wena ndikubonile ulungile ebusweni bam kwesisizukulwana.
နှိုင်းယှဉ်
I‐Genesise 7:1ရှာဖွေလေ့လာလိုက်ပါ။
2
I‐Genesise 7:24
Ati amanzi eyisa pezu kwomhlaba, imihla yalikulu elinamashumi mahlanu.
I‐Genesise 7:24ရှာဖွေလေ့လာလိုက်ပါ။
3
I‐Genesise 7:11
NGOMNYAKA wamakulu matandatu wokudla ubomi kuka‐Nowa, ngenyanga yesibini, ngoweshumi linesixe̔nxe umhla wenyanga, kwa ngomhla lowo yonke imitombo yayo inzulu enkulu yanqikwa, nezituba zezulu zavuleka.
I‐Genesise 7:11ရှာဖွေလေ့လာလိုက်ပါ။
4
I‐Genesise 7:23
Kwaye kucitwa konke okuhleliyo, oko kube kusebusweni bomhlaba, kwa abantu, nenkomo, nezinambuzane, nentaka zezulu; zacitwa emhlabeni: kwaye kusala u‐Nowa yedwa, nabo babenaye enqanaweni.
I‐Genesise 7:23ရှာဖွေလေ့လာလိုက်ပါ။
5
I‐Genesise 7:12
Yaibe imvula ibako emhlabeni imini zamashumi mane nobusuku bamashumi mane.
I‐Genesise 7:12ရှာဖွေလေ့လာလိုက်ပါ။
ပင်မစာမျက်နှာ
ကျမ်းစာ
အစီအစဉ်
ဗီဒီယို