1
Ivangeli ka‐Luke 24:49
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Kanjalo bona ke, ndiyatuma isibambiso SIKABAWO pezu kwenu; kodwa hlalani nina esixekweni e‐Yerusaleme, nide nambatiswe amandla evela enyangweni.
Bandingkan
Selidiki Ivangeli ka‐Luke 24:49
2
Ivangeli ka‐Luke 24:6
Akako apa, uvukile. Kumbulani okokuba wateta kuni, nxa ebesese‐Galili
Selidiki Ivangeli ka‐Luke 24:6
3
Ivangeli ka‐Luke 24:31-32
Asuka agatyulwa amehlo abo, bamazi ke: waza wati shwaka kubo. Baza bati omnye kwomnye: Intliziyo yetu ibingatshi na pakati kwetu, nxa ebeteta kuti endleleni, nanxa ebesanekela iziba̔lo?
Selidiki Ivangeli ka‐Luke 24:31-32
4
Ivangeli ka‐Luke 24:46-47
wati kubo: Kuba̔liwe ngokunjalo, bekufanele nangokunjalo ukuba u‐Kristu eve intlungu, nokuba abuye avuke ekufeni ngomhla wesitatu, nokuba kushunyayelwe egameni lake uguquko noxolelwa lwezono pakati kwazo zonke intlanga, kuqalwa e‐Yerusaleme.
Selidiki Ivangeli ka‐Luke 24:46-47
5
Ivangeli ka‐Luke 24:2-3
Bati ilitye balifumana liqengqiwe encw̔abeni. Baza bakungena abafumana umzimba WENKOSI u‐Yesu.
Selidiki Ivangeli ka‐Luke 24:2-3
Halaman Utama
Alkitab
Pelan
Video