1
Ivangeli ka‐Johane 4:24
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
UTIXO UNGUMOYA; nabo bambedeshayo, bafanele ukubedesha ngomoya nangenyaniso.
Харьцуулах
Ivangeli ka‐Johane 4:24 г судлах
2
Ivangeli ka‐Johane 4:23
Koko ixeshana lisiza, ewe liko ngoku, xeshekweni ababedeshi abayinyaniso baya kumbedesha UYISE ngomoya nangenyaniso: ngokuba NOYISE efuna ukuba abambedeshayo babe ngabanjalo.
Ivangeli ka‐Johane 4:23 г судлах
3
Ivangeli ka‐Johane 4:14
kodwa lowo usukuba esela kulomanzi aya kuwapiwa ndim, akasayi kuza anxanwe napakade; koko lomanzi endiya kumpa wona, oba pakati kwake engumtombo wamanzi empompozela ebomini obungunapakade.
Ivangeli ka‐Johane 4:14 г судлах
4
Ivangeli ka‐Johane 4:10
Wapendula u‐Yesu wati kuye: Ukuba ubusazi isipo SIKATIXO, nokuba ungubanina oti kuwe: Ndipe ndisele; unga ucele kuye, waye enga ete yena wakupa amanzi apilileyo.
Ivangeli ka‐Johane 4:10 г судлах
5
Ivangeli ka‐Johane 4:34
Wati u‐Yesu kubo: Ukutya kwam kokokuba ndiyenze intando yonditumileyo, nokuba ndiwufeze umsebenzi wake.
Ivangeli ka‐Johane 4:34 г судлах
6
Ivangeli ka‐Johane 4:11
Wati umfazi kuye: Nkosi! akunanto yokuka̔ ngayo; kanjalo iqula linzulu: uwazuza pina ngoko lamanzi apilileyo?
Ivangeli ka‐Johane 4:11 г судлах
7
Ivangeli ka‐Johane 4:25-26
Wati umfazi kuye: Ndiyazi ukuba u‐Mesiya uyeza; (o‐kutiwa ngu‐Kristu;) xeshekweni kufika lowo, wosishumayeza into zonke. Wati u‐Yesu kuye: Mna nditetayo kuwe ndinguye.
Ivangeli ka‐Johane 4:25-26 г судлах
8
Ivangeli ka‐Johane 4:29
Yizani, nibone umntu, owandixelelayo zonke izinto endike ndazenza: lo unguye u‐Kristu na?
Ivangeli ka‐Johane 4:29 г судлах
Нүүр хуудас
Библи
Тѳлѳвлѳгѳѳ
Видео