IGENESIS 27:28-29
IGENESIS 27:28-29 XHO75
Ngamana uThixo wakunika kuwo umbethe wezulu, Nakuko ukuchuma komhlaba, Nentabalala yengqolowa, newayini entsha; Izizwe mazikukhonze, Izizwe ziqubude kuwe. Yiba yinkosi kubazalwana bakho, Baqubude kuwe oonyana bakanyoko; Úqalekisiwe okuqalekisayo, Úsikelelwe okusikelelayo.