IGENESIS 25:32-33
IGENESIS 25:32-33 XHO75
Wathi uEsawu, Yabona, ndiza kufa; buyintoni na kum ubuzibulo? Wathi uYakobi, Ndífungele namhlanje. Wamfungela; wathengisa ke ngobuzibulo bakhe kuYakobi.