1
IINDUMISO 106:1
IZIBHALO EZINGCWELE
Haleluya! Bulelani kuYehova, ngokuba elungile, Ngokuba ingunaphakade inceba yakhe.
比較
IINDUMISO 106:1で検索
2
IINDUMISO 106:3
Hayi, uyolo lwabaligcinayo isiko, Lwabenza ubulungisa ngamaxesha onke!
IINDUMISO 106:3で検索
3
IINDUMISO 106:4-5
Ndíkhumbule, Yehova, ekwenzeni kwakho isisa kubantu bakho; Ndíyelele ngosindiso lwakho, Ukuze ndibone inyhweba yabanyulwa bakho, Ndivuye ekuvuyeni kohlanga lwakho, Ndiqhayise kunye nelifa lakho.
IINDUMISO 106:4-5で検索
ホーム
聖書
読書プラン
ビデオ