1
UYOHANE 3:16
IZIBHALO EZINGCWELE
Kuba wenjenje uThixo ukulithanda kwakhe ihlabathi, ude wancama uNyana wakhe okuphela kwamzeleyo, ukuze bonke abakholwayo kuye bangatshabalali, koko babe nobomi obungunaphakade.
比較
UYOHANE 3:16で検索
2
UYOHANE 3:17
Kuba uThixo akamthumanga uNyana wakhe ehlabathini, ukuze aligwebe ihlabathi; wamthuma ukuze ihlabathi lisindiswe ngaye.
UYOHANE 3:17で検索
3
UYOHANE 3:3
Waphendula uYesu wathi kuye, Inene, inene, ndithi kuwe, Ukuba akathanga umntu azalwe ngokutsha, akanakububona ubukumkani bukaThixo.
UYOHANE 3:3で検索
4
UYOHANE 3:18
Lowo ukholwayo kuye, akagwetywa; ke lowo ungakholwayo, uselegwetyiwe, ngokuba engakholwanga kwigana loNyana okuphela kwamzeleyo uThixo.
UYOHANE 3:18で検索
5
UYOHANE 3:19
Ke kaloku, umgwebo nguwo lo, ukuba ukhanyiso lufikile ehlabathini, baza abantu bathanda ubumnyama ngaphezu kokhanyiso; kuba imisebenzi yabo ingendawo.
UYOHANE 3:19で検索
6
UYOHANE 3:30
Yena umelwe kukuthi ande, ndinciphe ke mna.
UYOHANE 3:30で検索
7
UYOHANE 3:20
Kuba bonke abenza okubi, bayaluthiya ukhanyiso, bangezi elukhanyisweni, ukuze imisebenzi yabo ingòhlwaywa.
UYOHANE 3:20で検索
8
UYOHANE 3:36
Lowo ukholwayo kuNyana, unobomi obungunaphakade; ke lowo ungamviyo uNyana, akayi kubona bomi; ingqumbo kaThixo ihleli phezu kwakhe.
UYOHANE 3:36で検索
9
UYOHANE 3:14
Njengokuba ke uMoses wayiphakamisayo inyoka entlango (iNum. 21:9), umelwe kukuphakanyiswa ngokunjalo uNyana woMntu
UYOHANE 3:14で検索
10
UYOHANE 3:35
UYise uyamthanda uNyana; uzinikele zonke izinto esandleni sakhe.
UYOHANE 3:35で検索
ホーム
聖書
読書プラン
ビデオ