1
IGENESIS 7:1
IZIBHALO EZINGCWELE
XHO75
Wathi uYehova kuNowa, Ngena, wena nendlu yakho yonke, emkhombeni, ngokuba ndibona wena ilungisa phambi kwam kwesi sizukulwana.
比較
IGENESIS 7:1で検索
2
IGENESIS 7:24
Aba namandla amanzi ehlabathini imihla elikhulu elinamanci mahlanu.
IGENESIS 7:24で検索
3
IGENESIS 7:11
Ngomnyaka wamakhulu omathandathu wokudla ubomi kukaNowa, ngenyanga yesibini, ngosuku lweshumi elinesixhenxe enyangeni leyo, kanye ngayo loo mini, yagqabhuka yonke imithombo yamanzi enzonzobila enkulu, iingcango zezulu zavuleka.
IGENESIS 7:11で検索
4
IGENESIS 7:23
Zabhujiswa ke izinto zonke ezimiyo, eziphezu komhlaba, kwathabathela emntwini kwesa ezintweni ezizitho ziné, nasezinambuzaneni, nasezintakeni zezulu; zabhujiswa azabakho ehlabathini; kwasala uNowa yedwa, nababenaye emkhombeni.
IGENESIS 7:23で検索
5
IGENESIS 7:12
Wabakho umvumbi wemvula ehlabathini iimini ezimashumi mané nobusuku obumashumi mané.
IGENESIS 7:12で検索
ホーム
聖書
読書プラン
ビデオ