I‐Genesise 1:25
I‐Genesise 1:25 XHO1902A
Wenza UTIXO izilo zomhlaba ngemmilo yazo, nenkomo ngemmilo yazo, nazo zonke izinambuzane zomhlaba ngemmilo yazo. Waye UTIXO wabona ukuba kulungile.