Ivangeli ka‐Maraki 7:6
Ivangeli ka‐Maraki 7:6 XHO1902A
Kodwa wapendula wati kubo: Ulungisile u‐Yisaya ukuprofitesha ngani bahanahanisi, njengokuba kuba̔liwe ngokuti: Ababantu bayandidumisa ngenteto yabo, kanti intliziyo yabo iyakwelela kude kum