Ivangeli ka‐Maraki 13:6

Ivangeli ka‐Maraki 13:6 XHO1902A

Ngokuba abaninzi beya kuza egameni lam, besiti: Mna ndinguye; baze balahlekise abaninzi.