UMARKO 9:41
UMARKO 9:41 XHO75
Kuba othe waniseza nendebe le yamanzi egameni lam, ngokuba ningabakaKristu,• inene ndithi kuni, akasayi kuphulukana nomvuzo wakhe.