UMARKO 10:6-8
UMARKO 10:6-8 XHO75
kodwa kwasekuqalekeni kokudalwa, uThixo wabenza bayindoda nenkazana. Ngenxa yoko umntu uyakushiya uyise nonina, anamathele emfazini wakhe; baze abo babini babe nyama-nye. Ngako oko, àbasebabini, banyama-nye.