1
Ivangeli ka‐Luke 17:19
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Waza wati kuye: Pakama, uhambe; ukolo lwako lukupilisile.
Konpare
Eksplore Ivangeli ka‐Luke 17:19
2
Ivangeli ka‐Luke 17:4
ewe ukuba uyona ngakuwe kasixe̔nxe ngamini nye, ati kasixe̔nxe ngamini nye abuye eze kuwe, esiti: Ndiyaguquka; uya kumxolela.
Eksplore Ivangeli ka‐Luke 17:4
3
Ivangeli ka‐Luke 17:15-16
Yati ke enye kuwo, yakubona ukuba ipilisiwe, yabuya, imdumisa UTIXO ngelizwi elikulu, yeza yawa ngobuso ngasezinyaweni zake, imbulela: yaibe yona ingum‐Samariya.
Eksplore Ivangeli ka‐Luke 17:15-16
4
Ivangeli ka‐Luke 17:3
Zilumkeleni: ukuba ke umzalwana wako uyona ngakuwe, mtetise; nokuba uyaguquka, mxolele
Eksplore Ivangeli ka‐Luke 17:3
5
Ivangeli ka‐Luke 17:17
Wapendula u‐Yesu wati: Bebengahlanjululwanga abalishumi na? abalitoba pofu bapina?
Eksplore Ivangeli ka‐Luke 17:17
6
Ivangeli ka‐Luke 17:6
Yayisiti INKOSI: Ukuba nibe ninokolo olungangokozo lwembewu yemositade, ngeniba nisiti kulomti wesikamine: Yiba udonyulwa, ube utyalwa pakati kwolwandle; wabuya kuba univile ke.
Eksplore Ivangeli ka‐Luke 17:6
7
Ivangeli ka‐Luke 17:33
Ngokuba lowo usukuba efuna ukulondoloza ubomi bake, buya kumlahleka; nosukuba elahlekana nobomi bake, wobugcina buhleli.
Eksplore Ivangeli ka‐Luke 17:33
8
Ivangeli ka‐Luke 17:1-2
WAZA wati kubo abadisipile: Akungebe njalo ukuba zingezi izixakaniso; kodwa kwoba nzima kulowo eziza ngaye! Kulungele yena ukuba ilitye lapezulu lokusila belibotshwa ngasentanyeni yake, waza weyeliswa elwandle, ngapezu kwokuba axakanise omnye waba bancinane.
Eksplore Ivangeli ka‐Luke 17:1-2
9
Ivangeli ka‐Luke 17:26-27
Nanjengokuba bekusihla emihleni ka‐Nowa, kwoba njalo nasemihleni yonyana wesintu: bebesidla, bebesela, bebezeka, bebesendiswa, kwada kwaba ngumhla u‐Nowa wangena ngawo enqanaweni, kweza nomsingakazi, wabatshabalalisa kwa bonke.
Eksplore Ivangeli ka‐Luke 17:26-27
Akèy
Bib
Plan yo
Videyo