1
UMARKO 1:35
IZIBHALO EZINGCWELE
Uthe kusasa, kusemnyama kakhulu, wavuka, waphuma waya endaweni eyintlango, wathandaza khona apho.
Konpare
Eksplore UMARKO 1:35
2
UMARKO 1:15
Lizalisekile ixesha, nobukumkani bukaThixo busondele; guqukani, nikholwe kuzo iindaba ezilungileyo ezi.
Eksplore UMARKO 1:15
3
UMARKO 1:10-11
Uthe kwaoko, akuba enyuka ephuma emanzini, walibona izulu likrazulwe, noMoya enjengehobe, esihla phezu kwakhe. Kwabakho nezwi eliphuma ezulwini, lisithi, Wena unguNyana wam oyintanda, endikholisiweyo nguye.
Eksplore UMARKO 1:10-11
4
UMARKO 1:8
Mna okunene ndanibhaptiza ngamanzi, ke yena uya kunibhaptiza ngoMoya oyiNgcwele.
Eksplore UMARKO 1:8
5
UMARKO 1:17-18
Wathi kubo uYesu, Yizani apha nindilandele; ndonenza nibe ngababambisi babantu. Bayishiya kwaoko iminatha yabo, bamlandela.
Eksplore UMARKO 1:17-18
6
UMARKO 1:22
Bakhwankqiswa kukufundisa kwakhe; ngokuba ebebafundisa njengonegunya, engafundisi njengabo ababhali.
Eksplore UMARKO 1:22
Akèy
Bib
Plan yo
Videyo