1
I‐Genesise 4:7
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Nxa ulungisayo, akuyi kwamkelwa na? nanxa ungalungisiyo, isono silele ngaselucangweni: kwakuya kuba kuwe ukukanuka kwake, uti wena umongame.
तुलना
खोजें I‐Genesise 4:7
2
I‐Genesise 4:26
Naku‐Shete, kwa nakuye kwazalwa unyana; negama lake walibiza ngo‐Enoshe. Kwaqalwa oko ukubiza ngegama LIKAYEHOVA.
खोजें I‐Genesise 4:26
3
I‐Genesise 4:9
Waza UYEHOVA wati ku‐Kayine: Upina u‐Abele umninawe wako? Wayesiti: Andazi: ndingumgcini womninawe wam yinina?
खोजें I‐Genesise 4:9
4
I‐Genesise 4:10
Waza wati: Yinto nina oyenzileyo? Ilizwi legazi lake umninawe wako lilila kum kwa semhlabeni.
खोजें I‐Genesise 4:10
5
I‐Genesise 4:15
Wandul’ ukuti UYEHOVA kuye: Ngako oko osukuba ebulala u‐Kayine, kwopindezelwa kuye ngokusixe̔nxe. Waye UYEHOVA wambekela u‐Kayine umqondiso, wokokuba ati osukuba emfumana angambulali.
खोजें I‐Genesise 4:15
YouVersion आपके अनुभव को वैयक्तिकृत करने के लिए कुकीज़ का उपयोग करता है। हमारी वेबसाइट का उपयोग करके, आप हमारी गोपनीयता नीति में वर्णित कुकीज़ के हमारे उपयोग को स्वीकार करते हैं।
होम
बाइबिल
योजनाएँ
वीडियो