I‐Genesise 35:10
I‐Genesise 35:10 XHO1902A
Wayesiti UTIXO kuye: Igama lako ngu‐Yakobi; alisayi kuba sabizwa igama lako ngo‐Yakobi, koko loba ngu‐Sirayeli igama lako; waza wambiza ngegama elingu‐Sirayeli.