YouVersion Logo
Search Icon

UHLAZIYO-MNQOPHISO 34:9

UHLAZIYO-MNQOPHISO 34:9 XHO96

UYoshuwa unyana kaNune wazaliswa bubulumko nokuqonda, kuba kaloku uMosis wambeka izandla emngenisa ezihlangwini zakhe. NamaSirayeli ke amthobela uYoshuwa, enza ngokwemiyalelo eyanikwa uMosis nguNdikhoyo.