1
uMateyu uMateyu 4:4
Contemporary Xhosa Bible 2024
Waphendula ke yena wathi, Kubhaliwe kwathiwa, Akaphili ngasonka sodwa umntu; uphila ngamazwi onke aphuma emlonyeni kaThixo.
Compare
Explore uMateyu uMateyu 4:4
2
uMateyu uMateyu 4:10
Waza wathi uYesu kuye, Suka umke, Sathana, kuba kubhaliwe kwathiwa, Uze uqubude eNkosini uThixo wakho, ukhonze yena yedwa.
Explore uMateyu uMateyu 4:10
3
uMateyu uMateyu 4:7
Wathi uYesu kuye, Kubhaliwe kwathiwa, Uze ungayihendi iNkosi uThixo wakho.
Explore uMateyu uMateyu 4:7
4
uMateyu uMateyu 4:1-2
Waza uYesu wenyuswa nguMoya, wasiwa entlango, ukuba ahendwe nguMtyholi. Akuba ezile ukutya iimini ezimashumi mane nobusuku obumashumi mane, walamba.
Explore uMateyu uMateyu 4:1-2
5
uMateyu uMateyu 4:19-20
Athi kubo, Ndilandeleni; ndonenza nibe ngababambisi babantu. Bayishiya kwaoko iminatha yabo, bamlandela.
Explore uMateyu uMateyu 4:19-20
6
uMateyu uMateyu 4:17
Waqala oko uYesu ukumemeza, esithi, Guqukani, kuba ubukumkani bamazulu busondele.
Explore uMateyu uMateyu 4:17
Home
Bible
Plans
Videos