Logo YouVersion
Ikona vyhledávání

Ivangeli ka‐Johane 12:47

Ivangeli ka‐Johane 12:47 XHO1902A

Naxeshekweni umntu evayo amazwi am, angakolwa ke, andimgwebi mna: ngokuba ndingezanga ukuba ndigwebe ilizwe, koko ndize ukuba ndisindise ilizwe.