1
Ivangeli ka‐Luke 11:13
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Ngako ukuba nina, nikohlakele nje, niyazi ukupa abantwana benu izipo ezilungileyo, kwoba kangakananina ngakumbi aya kuti UYIHLO wasezulwini ape abo bacelayo kuye UMOYA OYINGCWELE?
Porovnat
Zkoumat Ivangeli ka‐Luke 11:13
2
Ivangeli ka‐Luke 11:9
Kanjalo nditi mna kuni: Celani, naniya kupiwa; funani, naniya kufumana; qongqotani, naniya kuvulelwa.
Zkoumat Ivangeli ka‐Luke 11:9
3
Ivangeli ka‐Luke 11:10
Ngokuba bonke abacelayo besamkela, nofunayo uyafumana, noqongqotayo uya kuvulelwa.
Zkoumat Ivangeli ka‐Luke 11:10
4
Ivangeli ka‐Luke 11:2
Wayesiti kubo: Xeshekweni nitandazayo, yitini: Bawo wetu osezulwini! Malipatwe ngobungcwele igama lako. Ubukumkani bako mabufike. Intando yako mayenziwe emhlabeni, njengokuba isenziwa ezulwini.
Zkoumat Ivangeli ka‐Luke 11:2
5
Ivangeli ka‐Luke 11:4
Usixolele izono zetu; ngokuba nati sixolela bonke abonayo kuti. Ungasingenisi ekulingweni, zusisindise enkohlakalweni.
Zkoumat Ivangeli ka‐Luke 11:4
6
Ivangeli ka‐Luke 11:3
Sipe imihla ngemihla ukutya kwetu kwemihla ngemihla.
Zkoumat Ivangeli ka‐Luke 11:3
7
Ivangeli ka‐Luke 11:34
Isibane somzimba sililiso: ngako xeshekweni iliso lako lingenanto, wonke umzimba wako uba nokukanya nawo; kodwa emvenikweni lenzakeleyo, nomzimba wako umnyama.
Zkoumat Ivangeli ka‐Luke 11:34
8
Ivangeli ka‐Luke 11:33
Akuko mntu oti, akubaneka isibane, asibeke endaweni efihlakeleyo, napantsi kwento yokulinganisa, koko asibeka pezu kwekandelare, ukuze abangenayo babone ukukanya kwaso.
Zkoumat Ivangeli ka‐Luke 11:33
Domů
Bible
Plány
Videa