1
Ivangeli ka‐Johane 1:12
Incwadi Yeziba̔lo Ezingcwele 1864, 1902 (Xhosa Appleyard)
Kodwa bonke abamamkelayo, wapa bona igunya lokuba babe lusapo LUKATIXO, abo bakolwayo egameni lake
Porovnat
Zkoumat Ivangeli ka‐Johane 1:12
2
Ivangeli ka‐Johane 1:1
EKUQALEKENI ebeko u‐Lizwi, Waye u‐Lizwi ebeko KUTIXO, ebe NGUTIXO u‐Lizwi kanjako.
Zkoumat Ivangeli ka‐Johane 1:1
3
Ivangeli ka‐Johane 1:5
Luti ukanyiso olu lukanye ebumnyameni; kanti ubumnyama abuluqiqanga.
Zkoumat Ivangeli ka‐Johane 1:5
4
Ivangeli ka‐Johane 1:14
Waza u‐Lizwi waba yinyama, wahlala pakati kwetu, (sati kekaloku sakangela ubungcwalisa bake, ubungcwalisanjengabo obokupela kwozelweyo evela KUTIXO,) ezele lufeie nayinyaniso.
Zkoumat Ivangeli ka‐Johane 1:14
5
Ivangeli ka‐Johane 1:3-4
Zonke izinto zenziwa nguye; nangapandle kwake akwenziwa nanye into eyenziweyo. Kuye yena bebuko ubomi; nobomi obo bebulukanyiso lwabantu.
Zkoumat Ivangeli ka‐Johane 1:3-4
6
Ivangeli ka‐Johane 1:29
Ngomhla olandelayo u‐Johane wambona u‐Yesu esiza kuye, wati: Kangela imvana KATIXO, esusayo isono selizwe!
Zkoumat Ivangeli ka‐Johane 1:29
7
Ivangeli ka‐Johane 1:10-11
Ebeko elizweni, kanjalo ilizwe lenziwa nguye, kanti ilizwe alimazanga. Weza kokwake, kanti abake abamamkelanga.
Zkoumat Ivangeli ka‐Johane 1:10-11
8
Ivangeli ka‐Johane 1:9
Lona ukanyiso oluyinyaniso belululo olukanyisayo bonke abantu besiza elizweni.
Zkoumat Ivangeli ka‐Johane 1:9
9
Ivangeli ka‐Johane 1:17
Ngokokuba umteto wanikwa ngo‐Mosesi; kweza ufefe nenyaniso ngo‐Yesu Kristu.
Zkoumat Ivangeli ka‐Johane 1:17
Domů
Bible
Plány
Videa