uMateyu 11:4-5
uMateyu 11:4-5 CXB24
Waphendula uYesu wathi kuwo, Hambani niye kumbikela uYohane izinto enizivayo nenizibonileyo; Iimfama zibuya zibone, neziqhwala ziyahamba, abaneqhenqa bayahlanjululwa, nezithulu ziyeva, abafileyo bayavuswa, namahlwempu ayazishunyayezwa iindaba ezilungileyo.