uMateyu 11:27
uMateyu 11:27 CXB24
Zonke izinto zinikelwe kum nguBawo; kanjalo akukho umaziyo uNyana, nguYise yedwa; kanjalo akukho umaziyo uYise, kuphela nguNyana, nalowo asukuba uNyana ethanda ukumtyhilela.