uMateyu 10:28
uMateyu 10:28 CXB24
Ningaboyiki abo babulala umzimba, kodwa bengenako ukuwubulala wona umphefumlo; yoyikani kanye lowo unako ukutshabalalisa umphefumlo kwanomzimba esihogweni somlilo.