YouVersion Logo
Search Icon

uHezekile 1:10-11

uHezekile 1:10-11 CXB24

Ke imfano yobuso bazo ibinobuso obune bomntu, nobuso bengonyama bune ngasekunene; zibe zinobuso benkomo zone ngasekhohlo; zinobuso bokhozi zone. Ubuso bazo babunjalo, namaphiko azo ayelukile; iingalo zombini zazihlangene, zombini zazigqubuthele imizimba yazo.