KaPetros 1 3:8-9
KaPetros 1 3:8-9 CXB24
Elokugqiba, cingani nto-nye nonke, velanani, thandanani njengabazalwana, yibani nemfesane kakhulu, yibani nembeko; Ningabuyekezi ububi ngobubi, nokutshabhisa ngokutshabhisa; nisazi nje ukuba nabizelwa oko, ukuze niyidle ilifa intsikelelo.