Ivangeli ka‐Luke 3:16
Ivangeli ka‐Luke 3:16 XHO1902A
wapendula u‐Johane kwa kubo bonke, esiti: Mna okunene ndiyanibapitizesha ngamanzi; kodwa uyeza onamandla amakulu kwawam, endingafanelekile ukuba ndiwutukulule umtya wezihlangu zake; yena wonibapitizesha NGOMOYA OYINGCWELE nangomlilo