Ivangeli ka‐Luke 18:7-8
Ivangeli ka‐Luke 18:7-8 XHO1902A
NOTIXO akayi kulungisa abaqashwa bake na, abakalela kuye emini nasebusuku, nangona enza kade pezu kwabo? Nditi kuni: Wobalungisa kamsinya. Kodwa noko, akuza unyana wesintu, wolufumana ke na ukolo emhlabeni?