Ivangeli ka‐Luke 17:1-2
Ivangeli ka‐Luke 17:1-2 XHO1902A
WAZA wati kubo abadisipile: Akungebe njalo ukuba zingezi izixakaniso; kodwa kwoba nzima kulowo eziza ngaye! Kulungele yena ukuba ilitye lapezulu lokusila belibotshwa ngasentanyeni yake, waza weyeliswa elwandle, ngapezu kwokuba axakanise omnye waba bancinane.