Ivangeli ka‐Johane 9:2-3
Ivangeli ka‐Johane 9:2-3 XHO1902A
Baza babuza kuye abadisipile bake, besiti: Rabi! ngubanina owabesona, nguye lo, ngabazali bake, kusinina, ukuba abe nokuzalwa eyimfama? Wati u‐Yesu ukupendula: Akona naló, abona nabazali bake; kukuba kubonakaliswe imisebenzi KATIXO kuye.