U‐Jeremiya 38:2
U‐Jeremiya 38:2 XHO1902A
Utsho UYEHOVA ukuti: Lowo usalayo kwesisixeko, wobuba ngesiṙele, ngendlala, nangesifo esibubisayo; kodwa lowo upumela kuwo ama‐Kaledine, uya kupila; ewe, ubomi bake boba lixoba kuye, waeya kupila.