U‐Jeremiya 24:6
U‐Jeremiya 24:6 XHO1902A
Ngokuba ndiya kubeka iliso lam pezu kwabo kube kukulunga, ndibabuyisele kwelilizwe; ndize ndibake, ndingabaciti, ndibatyale, ndingabadonyuli.