U‐Jeremiya 22:15-16
U‐Jeremiya 22:15-16 XHO1902A
Uya kupata ubukumkani na ngokuba uzondelela isedare? akati na uyihlo wako wadla wasela, wenza ubugwebo nobulungisa? oko kwakulungile kuye. Walungisa ityala lehlwempu nosweleyo; oko kwakulungile kuye: asi kuko oku na ukundazi mna? utsho UYEHOVA.