YouVersion Logo
Search Icon

U‐Jeremiya 18:7-8

U‐Jeremiya 18:7-8 XHO1902A

Nxa ndisukuba nditeta ngaso isizwe, nangabo ubukumkani, ukudonyula, nokucita, nokutshabalalisa; ukuba isizwe eso, endibe nditeta ngaso, siyaguquka enkohlakalweni yaso, ndiya kwandula ndibe nosizi pezu kwelishwa, endacinga ukusenza lona.

Video for U‐Jeremiya 18:7-8